IMBONISELO Meyi 2009

IZINTO EZINOKWENZA INTSAPHO YONWABE

Ukuqeqesha Abantwana Abafakisayo Ukuze Balungele Ukuba Ngabantu Abadala

Ngaba umntwana wakho omkhulisayo uyafikisa? Ukuba kunjalo, unokumnceda njani ukuba akulungele ukuba ngumntu omdala?

IBheteli YaseBrooklyn Imbali Yeminyaka Eli-100

Funda ngesizathu sokuba amaNgqina kaYehova afudukele eNew York nesokuba athiye ikomkhulu lawo ngokuthi yiBheteli.