IMBONISELO Aprili 2013 | Unako Ukonwaba Ebomini

Umdali wethu ufuna sonwabe ebomini. Yintoni enokusinceda ukuze kube njalo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Unako ukonwaba ebomini

Xa sijongene neemeko ezinzima nezibuhlungu siye sifune ukwazi ukuba singaze sibuphile na ubomi obumnandi.

INQAKU ELINGUMXHOLO

UYesu—Indlela Yokuphila Ubomi Obunenjongo

Funda ngezinto ezine ezenza ubomi bukaYesu banenjongo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

UYesu Usifundisa Indlela—Yokonwaba Ebomini

Kukho abantu abaye basebenzisa amacebiso kaYesu awawathetha kwiNtshumayelo yaseNtabeni, kwaye baphila ubomi obunenjongo.

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

“Ndandikhohlakele”

Phezu kwayo nje impumelelo awayifumanayo emculweni, uEsa wayesazi ukuba ubomi bakhe abunanjongo. Funda indlela le mvumi yeheavy-metal eyalufumana ngayo ulonwabo lokwenene.

Ngaba Ubusazi?

Kwakutheni ukuze iNineve yamandulo kuthwe “sisixeko sophalazo gazi”? Kwakutheni ukuze amaYuda amandulo akhe ungqameko kumaphahla ezindlu zawo?

SONDELA KUTHIXO

“Qhubekani Nicela, Niya Kunikwa”

Funda ngemizekelo emibini eyenziwa nguYesu kuLuka isahluko 11, ecacisa indlela ongaqiniseka ngayo ukuba imithandazo yakho iyaviwa nguThixo.

XELISA UKHOLO LWABO

“Wahamba NoThixo OyiNyaniso”

Sinokufunda ntoni kuNowa, kwinkosikazi nakwintsapho yakhe?

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

UYehova uThixo ufuna siyazi inyaniso ngaye. Uza kukunceda uyiqonde iBhayibhile.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kuthetha Ukuthini Ukufundelwa IBhayibhile NgamaNgqina KaYehova?

Xa ufundelwa liNgqina likaYehova ungasebenzisa neyiphi na inguqulelo yeBhayibhile. Ungayimema yonke intsapho yakho kunye nabahlobo.