IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2013

Le Mboniselo ixubusha indlela yokuhlala singcwele yaye sisebenziseka emsebenzini kaThixo, indlela yokuphepha ukubek’ ityala uThixo ngeengxaki zethu, nendlela yokulwa nokudimazeka.

Niye Nangcwaliswa

Hlola iinkalo ezine ezinokusinceda sihlale singcwele yaye sifaneleka kwinkonzo kaThixo.

Imibuzo Evela Kubafundi

Ngaba kufanelekile ukuba abazali abangamaKristu bahlale ndawonye nomntwana wabo osusiweyo kubudlelane ezintlanganisweni?

IBALI LOBOMI

UYehova ‘Undithwalela Umthwalo Mihla Le’

Phezu kwazo nje iingxaki zempilo, yintoni eye yanceda udade waseNamibhiya wakwazi ukuba nguvulindlela owonwabileyo ngaphezu kweminyaka eyi-20?

Ungaze Ube “Nomsindo Nxamnye NoYehova”

Abanye baye bamqumbela uThixo ezintliziyweni zabo. Bambek’ ityala ngeengxaki zabo. Sinokuwuphepha njani lo mgibe?

Bazali—Qeqeshani Abantwana Benu Kwasebusaneni

Ukuqeqeshwa kufanele kuqale xa engakanani umntwana? Oku kuqeqesha kumele kuquke ntoni?

Nyamekelanani Nize Nikhuthazane

Sinokuncedana njani ukuze siqhubeke sikhonza uThixo ngokuthembeka nangona sineengxaki?

Cinga Ngohlobo Lomntu Omele Ube Lulo

USathana ufuna ukuba uThixo angakholiswa sithi. Yintoni esimele siyenze ukuze silondoloze ulwalamano lwethu noYehova?

UElisha Wabona Iinqwelo Zomlilo—Ngaba Uyazibona Nawe?

UElisha wabonisa ukholo waza wathembela ngokupheleleyo ngoYehova. Yintoni esinokuyifunda kumzekelo wakhe?

SIPHAKULA KOOVIMBA BETHU

UKumkani Waba Nemincili!

Funda ngendlela ukumkani waseSwazini awakuxabisa ngayo ukufunda iinyaniso zeBhayibhile.