IMBONISELO Disemba 2013 | Ngaba Simfuna Ngokwenene UThixo?

Abantu abaninzi bathi abamfuni nganto uThixo okanye baxakeke kakhulu ukuba bangade bazikhathaze ngaye. Ngaba ikhona into esiyifumanayo ngokwazi uThixo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Isizathu Sokuba Abantu Babuze Lo Mbuzo

Khawufunde ezinye izizathu ezibangela ukuba abanye abantu bathi bayakholelwa kuThixo kodwa babe bezenzela izigqibo ngokungathi akakho.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Isizathu Sokuba Sifune UThixo

Funda indlela ukuba nobuhlobo noThixo okunokukubangela ngayo ukuba wonwabe uze uphile ubomi obunenjongo.

IBALI LOBOMI

Ukukhonza UYehova Kwaba Ngumsebenzi Wam

Kwiinyanga nje ezimbalwa ngaphambi kokuba uBill Walden abe yinjineli yokwakha, wakhetha umsebenzi owahluke ngokupheleleyo. Funda ngendlela ukukhetha ukukhonza uYehova okwabutshintsha ngayo ubomi bakhe.

SONDELA KUTHIXO

“Khangela! Zonke Izinto Ndizenza Ntsha”

Awungethandi ukuphila kwihlabathi apho iintlungu nokufa zingayi kubakho? Funda ngendlela uThixo aya kuyiphumeza ngayo injongo yakhe.

‘Ezintabeni Uya Kumba Ubhedu’

Izinto ezifunyenwe ngabembi bezinto zakudala zisithela thsuphe ngokusetyenziswa kobhedu ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile.

FUNDISA ABANTWANA BAKHO

UYesu Kristu—Ngaba Ulusana Okanye NguKumkani Onamandla?

Ngaba sifanele sicinge ngoYesu elusana nje? Ayengoobani la madoda kuthiwa azizilumko awaya kubona uYesu? Wenza ntoni uYesu ngoku?

Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa

Uza kubuyela ntoni uKristu? Uza kubuya enomzimba onjani, ibe uza kwenza ntoni xa efika?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Kutheni Nisebenzisa Igama Elithi AmaNgqina KaYehova?

Fumana inkcazelo ngemvelaphi yegama esilisebenzisayo.