UVUKANI! Februwari 2014 | Indlela Yokusebenzisa Ixesha Lakho Ngobulumko

Xa lihambile, lihambe umphelo. Funda ngamacebiso amane ancede abantu abaninzi bakwazi ukulisebenzisa ngobulumko ixesha kwizinto ezibalulekileyo.

Okwenzeka Ehlabathini

Oko kuthethwa ngako: ukuthutyeleziswa kweempondo zendlovu eMalaysia, ukungathenjwa kwecawa eItali, izifo eAfrika, nokungcakaza kwabantwana eOstreliya.

IMBONO YEBHAYIBHILE

Ukunxibelelana Nabafi

Abantu abaninzi bazama ukunxibelelana nabafi, kodwa ithini yona iBhayibhile?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Indlela Yokusebenzisa Ixesha Lakho Ngobulumko

Enye indlela yokulisebenzisa kakuhle ixesha lakho kukuhlolisisa iinkalo ezimbini. Zeziphi?

UDLIWANO-NDLEBE

Isazi Sebhayoloji Sichaza Ngokholo Lwaso

Ukufunda kukaGqr. Hans Kristian Kotlar ngenkqubo yomzimba yokulwa izifo kwamenza wafuna ukwazi ngemvelaphi yobomi. Ukufunda iBhayibhile kwamnceda njani?

IIFOTO ZAKUDALA

UConstantine

Funda indlela iinkqubo zikaConstantine zepolitiki ezaba nefuthe ngayo kwiinkolelo zeecawa ezininzi namhlanje.

UKUNCEDA INTSAPHO

Xa Intombi Yakho Efikisayo Inestres

Amantombazana amaninzi aye akhathazwe lutshintsho olwenzekayo kuwo. Abazali banokuwanceda njani oyise istres?

NGABA YADALWA?

Ukukhanyisa Kwenkanyezi

Esi sinambuzane sincinci sibancede njani oososayensi ukuba bakwazi ukwenza iiglowubhu ezikhanyisa kakhulu?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Ndisoloko Ndicinga Ngendlela Endikhangeleka Ngayo?

Ukuba unengxaki nomzimba wakho, ungayilungisa njani?

Ngumntu Onjani Umhlobo Wokwenene?

Kulula ukufumana abahlobo abangakuthandiyo kodwa ungabafumana njani aba bokwenyaniso?

Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Nemifanekiso Yamanyala Ngefowuni?

Ngaba unyanzelwa ukuba uthumele iifoto zabantu abahamba ze? Iba yintoni imiphumo yokuthumelelana iifoto zabantu abahamba ze? Ngaba kukudlala nje ngothando?

Oko Kuthethwa Lulutsha Ngokuhlala Usempilweni

Ngaba ukufumanisa kunzima ukutya ngokusempilweni nokujima? Kule vidiyo, ulutsha lubaliselana ngezinto oluzenzayo ukuze luhlale lusempilweni.

UMoses Ukhulela EYiputa

Kwakutheni ukuze umama kaMoses afake usana lwakhe kuMlambo umNayile? Funda ngaye, ngentsapho yakhe nangentombi kaFaro.