IMBONISELO Februwari 2014 | Imfazwe Eyatshintsha Ihlabathi

Kwakutheni ukuze imfazwe yehlabathi yokuqala ilitshintshe kangaka ihlabathi? Ngaba ikho into eboniswa ziimpendulo zalo mbuzo ngekamva lethu?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Imfazwe Eyatshintsha Ihlabathi

Imfazwe yehlabathi yokuqala eyaziwa ngokuba ‘yiMfazwe Enkulu,’ yalitshintsha njani ihlabathi? Ibe kusichaphazela njani thina oko?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Oyena Nobangela Wemfazwe Nentlupheko

IBhayibhile isichazela ntoni ngemfazwe eyaliwa ezulwini kunye nemfazwe yehlabathi eyabangela iingxaki emhlabeni?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

“Isithembiso Somhlaba Oyiparadesi Sabutshintsha Ubomi Bam”

UIvars Vigulis wayephila ubomi bodumo nobumnandi bokudyarha izithuthuthu. Ibutshintshe njani iBhayibhile ubomi bakhe?

Ngaba Ubusazi?

Liliphi ikhala elalisetyenziswa ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile? Yiyiphi iminikelo eyayisamkeleka kwitempile yaseYerusalem?

IMIBUZO YABAFUNDI

Kutheni UThixo Evumela Abantu Abanegunya Bacinezele Abangenalo?

IBhayibhile ichaza oko uThixo akwenzayo ngengcinezelo ngoku noko aya kukwenza kwixesha elizayo.

XELISA UKHOLO LWABO

Wanyamezela Nakuba Kwakungekho Okusesikweni

Ngaba ukhe waphathwa ngokungekho sikweni? Awunqweneli ukubona xa uThixo elungisa ezo ngxaki? Funda ngendlela onokuluxelisa ngayo ukholo lukaEliya.

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Bukhona ubungqina bokuba iBhayibhile ivela kuThixo? Yabhalwa njani?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Uxolo Lwehlabathi​—Kutheni Kunzima Kangaka Ukulufumana?

Iinzame zabantu zokuzisa uxolo emhlabeni zisilele. Bona izizathu.