IMBONISELO Matshi 2015 | UYesu Usisindisa Entwenini?

Ngaba usisindisa kuMtyholi, kumsindo kaThixo okanye komnye umntu?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Isizathu Sokuba Sifuna Ukusindiswa

UThixo onothando ebengayenza nyhani na into yokuba asidale sinomnqweno wokuphila ngonaphakade kanti ayinakwenzeka loo nto?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Ukufa Nokuvuswa KukaYesu—Kunokuthetha Ntoni Kuwe?

Iinyani eziseBhayibhileni ezintandathu zisichazela indlela ukufa kwendoda enye okuzisela abantu abaninzi ubomi.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Isikhumbuzo Sokufa KukaYesu—Nini Yaye Phi?

Ngo-2015, iSikhumbuzo sokufa kukaYesu siza kuba ngoLwesihlanu, Aprili 3, emva kokutshona kwelanga.

IMIBUZO YABAFUNDI

Ngaba Nyhani I-Ista Ngumbhiyozo WamaKristu?

Zithini iingcali zembali ngale holide ithandwayo?

IBALI LOBOMI

Amehlo KaJairo Amnceda Akhonze UThixo

Nangona enesigulo esibuhlungu, uJairo usabonwabele ubomi ibe uphila ubomi obunenjongo.

Ngaba Ubusazi?

Ukuba ngummi waseRoma kwakumnceda ngantoni umpostile uPawulos? Babehlawulwa njani abelusi ngexesha lokubhalwa kweBhayibhile?

Izipho Ezifanele UKumkani

Nangona ezi ziqholo ziqhelekile namhlanje, ngamaxesha okubhalwa kweBhayibhile ezinye zazo zazixabiseke njengegolide.

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ngoobani abamele batye isonka newayini kwiSikhumbuzo sokufa kukaYesu?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Ngaba Sifanele Sinqule Imifanekiso?

Ngaba uThixo iyamchaphazela into yokuba sisebenzisa imifanekiso okanye izithixo xa simnqula?