UVUKANI! Agasti 2015 | Iiseli Zakho—Ilayibrari Ephilayo!

Yatshintsha mpela indlela esibujonga ngayo ubomi xa kwafunyaniswa indlela emile ngayo iDNA.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Iiseli Zakho—Ilayibrari Ephilayo!

Yintoni eye yenza aba sosayensi baphum’ izandla bayeka ukukholelwa ukuba izinto zazivelela?

UKUNCEDA INTSAPHO

Fundisa Abantwana Bakho Ukuzibamba

Ukusoloko unika abantwana yonke into abayifunayo kunokubenza bangakwazi ukufunda izinto ezibalulekileyo.

Bancedwa Bakwazi Ukufunda Nokubhala

UJosefina wafundiswa ukufunda nokubhala xa wayeneminyaka eyi-101. Waqhuba njani?

IMBONO YEBHAYIBHILE

Ukunyamezelana

Ngaba iBhayibhile ithi kukho izinto esingamele sizinyamezele?

Akazange Agungqe Kwiinkolelo Zakhe

USong Hee Kang wakwazi ukumelana nesigulo esibulalayo xa wayeneminyaka eyi-14.

NGABA YADALWA?

Iigiyeri Ezikwintethe I-Issus

Zinceda le ntethe ikwazi ukuxhuma kakuhle.

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Oko Kuthethwa Lulutsha Ngokuhlala Usempilweni

Ngaba ukufumanisa kunzima ukutya ngokusempilweni nokujima? Kule vidiyo, ulutsha lubaliselana ngezinto oluzenzayo ukuze luhlale lusempilweni.

Thobela Abazali Bakho

Kutheni kubalulekile ukuthobela abazali bakho? Bukela le vidiyo uze ufumane impendulo kunye noSihle.