IMBONISELO Novemba 2015 | UThixo Uyijonga Njani Imfazwe?

Impendulo yeBhayibhile ingakothusa.

INQAKU ELINGUMXHOLO

UThixo Uyijonga Njani Imfazwe?

Kwiminyaka yakudala uThixo waxelela abantu bakhe ukuba balwe iimfazwe. Kamva uYesu wafundisa abantu ukuba bathande iintshaba zabo. Yintoni eyatshintshayo?

INQAKU ELINGUMXHOLO

Imbono KaThixo Ngemfazwe Kumaxesha Amandulo

Izinto ezintathu ezibonisa iimfazwe uThixo awayeyalele ukuba ziliwe.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Imbono KaThixo Ngeemfazwe Ngexesha LikaYesu

Nangona ingatshintshanga indlela uThixo ayijonga ngayo imfazwe, kwenzeka into eyabonisa ukuba ikho into etshintshileyo.

INQAKU ELINGUMXHOLO

Imbono KaThixo Ngeemfazwe Namhlanje

Kungekudala uThixo uza kuziphelisa iimfazwe.

Ngaba Ubusazi?

Kwakutheni ukuze uYosefu achebe ngaphambi kokuba aye kuFaro? Xa iBhayibhile isithi uyise kaTimoti ‘wayengumGrike,’ ngaba ithetha ukuba wazalelwa eGrisi?

IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU

Ndandicinga Ukuba Ndiphila Obona Bomi

UPawel Pyzara wayeyindlobongela, esebenzisa iziyobisi, kwangaxeshanye efuna ukuba nguthile kwezomthetho. Ubomi bakhe batshintsha xa waqala umlo namadoda asibhozo.

XELISA UKHOLO LWABO

“Mntwana Wam Oyintanda Nothembekileyo ENkosini”

Yintoni eyabangela ukuba uTimoti ayeke ukuba neentloni kodwa aba ngumKristu obalaseleyo ohambela amabandla?

Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile

Ukuba abafi bangaphinda baphile, baza kuphila phi?

Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi

Yintoni Imfazwe YeArmagedon?

Igama elithi Armagedon livela kube kanye eBhayibhileni, kodwa kuyathethwa ngayo le mfazwe kuzo zonke iZibhalo.