IMBONISELO—EFUNDWAYO Novemba 2015

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ukusuka ngoDisemba 28, 2015-Januwari 31, 2016.

Fundisa Umntwana Wakho Ukukhonza UYehova

Iimpawu ezintathu uYesu awayezisebenzisa xa efundisa zingakunceda ubafundise kakuhle abantwana bakho.

Fundisa Umntwana Wakho Ofikisayo Ukukhonza UYehova

Unokumnceda njani umntwana wakho ofikisayo akhule ngokomoya?

Imibuzo Evela Kubafundi

Bubuphi ubungqina obubonisa ukuba iYeriko yamandulo yangqingwa ixesha elifutshane?

UYehova NguThixo Oluthando

UYehova ubabonise njani ukuba uyabathanda abantu?

Ngaba ‘Umthanda Ummelwane Wakho Njengawe Siqu’?

Umyalelo kaYesu unokuwusebenzisa emtshatweni wakho, ebandleni nasentsimini.

Iminyaka Elikhulu Phantsi Kolawulo LoBukumkani!

Ziziphi iindlela ezintathu esiye saxhotyiswa ngazo ukuze sishumayele ngoBukumkani bukaThixo?