Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

IMBONISELO No. 3 2018 | Ngaba UThixo Ukukhathalele?

NGABA UTHIXO UKUKHATHALELE?

Xa kusehla iintlekele nezinto ezibuhlungu baze abantu basweleke, singazibuza ukuba ngaba uThixo uyayibona loo nto okanye uyikhathalele na. IBhayibhile ithi:

“Kuba amehlo kaYehova aphezu kwabo bangamalungisa, neendlebe zakhe zisingisele esikhungweni sabo; kodwa ubuso bukaYehova bunxamnye nabo benza izinto ezimbi.”​—1 Petros 3:12.

Le Mboniselo isibonisa indlela uThixo asinceda ngayo nento ayenzayo ukuze aphelise zonke izinto ezibuhlungu.

 

“Ebephi UThixo?”

Ngaba ukhe wehlelwa yinto embi ekwenza uthandabuze ukuba uThixo ukuhoyile?

Ngaba UThixo Uyakubona?

Yintoni ebonisa ukuba uThixo ufuna siphile kamnandi?

Ngaba UThixo Uyakwazi?

Ukusazi kukaThixo nokwazi kwakhe imfuza yethu kusenza siqiniseke ukuba wazi yonke into ngathi.

Ngaba UThixo Unalo Uvelwano?

IBhayibhile iyasiqinisekisa ukuba uThixo uyasibona, uyasazi, ibe uyavelana nathi.

Izinto Ezibuhlungu​—⁠Ngaba Zisisohlwayo Esivela KuThixo?

Ngaba uThixo usebenzisa ukugula okanye izinto ezibuhlungu ukuze ohlwaye abantu ngezono zabo?

Ngubani Unobangela?

IBhayibhile ithi zintathu izinto ezibangela izinto ezibuhlungu ebantwini.

UThixo Uza Kuphelisa Izinto Ezimbi

Singazi njani ukuba uThixo kungekudala uza kuphelisa zonke izinto ezimbi nokuphathwa kakubi kwabantu?

Inkathalo KaThixo Ingakunceda Njani Wena?

IBhayibhile isenza sizikholelwe izithembiso zikaThixo zekamva eliqaqambileyo.

UThixo Uziva Njani Ngezinto Ezibuhlungu Ezikwehlelayo?

Ezi vesi zeBhayibhile zingakunceda uqonde indlela uThixo azijonga ngayo izinto ezibuhlungu.