IMBONISELO—EFUNDWAYO Januwari 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMatshi 4 ukuya kuAprili 7, 2019

Sukuba Nexhala, Kuba NdinguThixo Wakho

Khawucinge ngezizathu ezithathu zokuba sihlale sizolile nokuba sineengxaki.

Dumisa UYehova Ebandleni

Ngaba kuba nzima kuwe ukuphendula kwiintlanganiso? Eli nqaku liza kukunceda wazi ukuba kutheni usoyika lize likubonisa izinto onokuzenza ukuze uyeke ukoyika.

Ungayikhusela Njani Intliziyo Yakho?

USathana uzama ukuzonakalisa njani iintliziyo zethu ibe sinokuzikhusela njani?

Indlela Elula Yokwenza ISikhumbuzo Isifundisa Ntoni NgoKumkani Wasezulwini?

Izinto ezisetyenziswa eSikhumbuzweni zibonisa njani ukuba uYesu uthobekile, unesibindi ibe uyabathanda abantu?

Ukuya Kwethu Kwiintlanganiso Kubonisa Ukuba Singabantu Abanjani?

Ukuthobeka, ukuba nesibindi nokuthanda uYehova, uYesu nabazalwana bethu kudibana njani nokuya kwiintlanganiso?

Ilungu Elitsha LeQumrhu Elilawulayo

Funda ngoKenneth Cook, Omnci.