IMBONISELO—EFUNDWAYO Matshi 2019

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoMeyi 6 ukuya kuJuni 2, 2019

Ndinqandwa Yintoni Ndingabhaptizwa?

Abanye abantu abafunde ngoYehova uThixo abade babhaptizwe. Yintoni enokubanceda bazoyise naziphi na iingxaki ezisenokuba zibenza bangade babhaptizwe?

Mamela UYehova

UYehova uthetha njani nathi namhlanje? Kusinceda njani ukumamela uThixo?

Bacingele Abanye Abantu

UYehova noYesu babonise njani ukuba bayabacingela abanye ibe sinokwenza njani ukuze sifane nabo?

Bacingele Abantu Oshumayela Kubo

Zeziphi iindlela ezine esinokubonisa ngazo ukuba siyabacingela abantu esishumayela kubo?

Ukulunga​—Ungaba Nalo Njani Olu Phawu?

Kuyintoni ukulunga? Kutheni simele sizame ukuba nolu phawu?

‘UAmen’ Wakho Ubalulekile KuYehova

Abantu abaninzi badla ngokuthi ‘amen’ emva komthandazo. Ukuthi ‘amen’ yenye yeendlela esimdumisa ngazo uThixo. Lithetha ukuthini eli gama ibe lisetyenziswa njani eBhayibhileni?