IMBONISELO—EFUNDWAYO Agasti 2023

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngo-Oktobha 9–Novemba 5, 2023.

INQAKU ELIFUNDWAYO 33

Funda KuDaniyeli

Iza kufundwa kwiveki kaOktobha 9-15, 2023

INQAKU ELIFUNDWAYO 34

Funda Kwiziprofeto ZeBhayibhile

Iza kufundwa kwiveki kaOktobha 16-22, 2023.

Xa Umntu Otshate Naye Ebukela Iphonografi

Abantu abatshatileyo banokusebenzisana njani ukuze kuncedakale lowo ulikhoboka lephonografi baze baphinde bathembane?

INQAKU ELIFUNDWAYO 35

Ungayeki Ukuba Nomonde

Iza kufundwa kwiveki kaOktobha 23-29, 2023.

INQAKU ELIFUNDWAYO 36

Thwala Izinto Omele Uzithwale, Ezinye Uzilahle

Iza kufundwa kwiveki kaOktobha 30–Novemba 5, 2023.