IMBONISELO—EFUNDWAYO Oktobha 2023

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoDisemba 11, 2023–Januwari 7, 2024.

1923—Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo

Kunyaka ka-1923 yatshintsha indlela eziqhutywa ngayo iintlanganiso, iindibano nomsebenzi wokushumayela. Loo nto yanceda aBafundi BeBhayibhile baya bemanyana nakakhulu.

INQAKU ELIFUNDWAYO 42

Ngaba ‘Ukulungele Ukuthobela’?

Liza kufundwa kwiveki kaDisemba 11-17, 2023.

INQAKU ELIFUNDWAYO 43

‘Uza Kukomeleza’

Iza kufundwa kwiveki kaDisemba 18-24, 2023.

INQAKU ELIFUNDWAYO 44

Lifundisise Kakuhle ILizwi LikaThixo

Iza kufundwa kwiveki kaDisemba 25-31, 2023.

INQAKU ELIFUNDWAYO 45

Yixabise Inyhweba Yokukhonza Kwitempile Enkulu KaYehova

Iza kufundwa kwiveki kaJanuwari 1-7, 2024.

Imibuzo Evela Kubafundi

Ngaba amaSirayeli ayenayo enye into yokutya entlango ngaphandle kwemana nezagwityi?