Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UVUKANI! No. 1 2023 | Umhlaba Usengxakini! Ngaba Uza Kusinda?—Izizathu Zokuba Nethemba

Kulula ukubona ukuba zininzi izinto ezonakalisa umhlaba wethu. Amanzi aselwayo, iilwandle, amahlathi kunye nomoya ziye zangcoliswa kakhulu. Ngaba ukungcoliswa komhlaba kuya kuze kuphele? Funda ukuba kutheni unokuba nezizathu zokuba nethemba.

 

Amanzi Aselwayo

Yintoni eyenza amanzi ukuba ahlale ekhona?

Iilwandle

Ngaba umonakalo owenziwe kwiilwandle ungakwazi ukulungiswa?

Amahlathi

Kutshanje, yintoni abaphandi ngezityalo abaye bayibona kwindlela azikhulela ngayo amahlathi ebegawuliwe?

Umoya

Ukungcoliswa komoya kunokuzibulala izinto eziphilayo emhlabeni. Yeyiphi imijikelo yendalo ekhoyo eyenziwe nguThixo ukuze icoce umoya?

Isithembiso SikaThixo Sokuba Ukungcoliswa Komhlaba Kuza Kuphela

Yintoni esenza siqiniseke ukuba umhlaba uza kusinda uze uqhubeke ukhona?

Kulo Vukani!

Funda lamanqaku achaza ukuba kwenzeka ntoni kumhlaba wethu nokuba kutheni kukho izizathu zokuba nethemba.