IMBONISELO—EFUNDWAYO Aprili 2024

Le Mboniselo inamanqaku aza kufundwa ngoJuni 10–Julayi 7, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 14

‘Sebenzela Ekubeni Uqole’

Liza kufundwa kwiveki kaJuni 10-16, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 15

Yithembe Kakhulu Intlangano KaYehova

Liza kufundwa kwiveki kaJuni 17-23, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 16

Ungonwaba Kakhulu Entsimini

Liza kufundwa kwiveki kaJuni 24-30, 2024.

INQAKU ELIFUNDWAYO 17

Ungaze Uyeke Ukukhonza UYehova Ukunye Nabantu Bakhe

Liza kufundwa kwiveki kaJulayi 1-7, 2024.

IBALI LOBOMI

Ukungabi Namandla Kwam Kuwenze Abonakala Amandla KaThixo

Umzalwana uErkki Mäkelä uchaza indlela uYehova amncede ngayo wakwazi ukunyamezela iingxaki kwinkonzo yexesha elizeleyo, naxa wayengumthunywa wevangeli kwiindawo zaseColumbia ezazineemfazwe zabavukeli.

Ngaba Ubusazi?

Kwakutheni ukuze abantu abangengomaSirayeli babe kumkhosi kaKumkani uDavide?