Kwakutheni Ukuze UYesu Afe? DLALA Kwakutheni Ukuze UYesu Afe? IBhayibhile isichazela ngokubaluleka kokufa kukaYesu. Ngaba kukho okwaphunyezwa kukufa kwakhe? Uxolo, i-media player ayikwazanga kudlala. Khuphela Le Vidiyo Edlulileyo Elandelayo Eminye Imixholo Iividiyo ZeBhayibhile—Iimfundiso Ezibalulekileyo Mhlawumbi Ungayithanda Nale IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA Kwakutheni Ukuze UYesu Afe? Abantu abaninzi baqhelene nemfundiso yokuba uYesu wafa ukuze siphile. Kodwa ukufa kwakhe kusinceda njani? IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA UYesu Uyasindisa—Njani? Kutheni sidinga uYesu ukuba asithethelele? Ngaba siza kusindiswa ngokukholelwa kuYesu qha? IZINTO EZIBALULEKILEYO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE Yintoni UBukumkani BukaThixo? Eyona nto wayefundisa ngayo uYesu yayibuBukumkani bukaThixo. Kangangeenkulungwane, abalandeli bakhe bebethandazela ukuba obo Bukumkani bufike. IMIBUZO YEBHAYIBHILE IYAPHENDULWA Ukuzincama KukaYesu Kuyiyo Njani “Intlawulelo Kwabaninzi”? Intlawulelo isenza sikhululeke njani esonweni ? INKCAZELO ENGAKUMBI NGATHI ISikhumbuzo Sokufa KukaYesu AmaNgqina kaYehova akumemela kwiSikhumbuzo Sokufa KukaYesu ngoAprili 12, 2025. Printa Yithumele Yithumele Kwakutheni Ukuze UYesu Afe? IZINTO EZIBALULEKILEYO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE Kwakutheni Ukuze UYesu Afe? IsiXhosa Kwakutheni Ukuze UYesu Afe? https://cms-imgp.jw-cdn.org/img/p/502016853/univ/art/502016853_univ_sqr_xl.jpg ijwfg