Imimoya Yabafileyo—Ngaba Inokukunceda okanye Ikwenzakalise? Ngaba Ikho Ngokwenene?

Ithini kanye kanye iBhayibhile ngabafi? Banokusinceda okanye banokusenzakalisa?

Intshayelelo

Abantu abaninzi bakholelwa ukuba abantu abafileyo baphila ezulwini kwaye bayababona abantu abasemhlabeni ibe banokubanceda okanye babonzakalise. Banyanisile?

Imimoya Asingobantu Abakhe Baphila Emhlabeni Baza Bafa

Amazwi awathethwa nguThixo kwindoda yokuqala, uAdam, asenza siyazi imeko yabafi.

Izigidi Zezidalwa Zomoya

Embonweni, uDaniyeli wabona izigidi ezilikhulu zezithunywa zezulu.

Imvukelo Kummandla Womoya

Ezinye izithunywa zezulu zavukela, zabangela izinto ezimbi ebantwini.

Iidemon Zingababulali!

IBhayibhile nezinto ezenzekayo zibonisa ukuba bakhohlakele ibe bayingozi.

Iidemon Zixoka Zithi Abafileyo Bayaphila

Iidemon zikhohlisa abantu abaninzi kodwa iBhayibhile ibenza bayibone loo nkohliso.

Iidemon Zikhuthaza Abantu Ukuba Bavukele UThixo

Ukuze zikwazi ukukwenza oku, zidlala ngeemvakalelo zabantu.

Khonza UYehova, Ungakhonzi USathana

Uza kubona njani ukuba ukhethe kakuhle?

Ikamva Elimangalisayo

USathana needemon zakhe sele beza kuyeka ukukhohlisa abantu. UYehova uza kusikelela bonke abantu.

Umhlaba OyiParadisi

Kuza kuba njani xa uYehova ephelise bonke ububi obenziwe nguSathana?