Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2023

Imixholo YeeMboniselo NooVukani! Bango-2023

Kuboniswa apho lifumaneka khona inqaku

IMBONISELO EFUNDWAYO

AMABALI OBOMI

  • Ukuthembela NgoYehova Kundenze Ndakhuseleka Nyhani (I. Itajobi), Nov.

  • Ndibabonile Abantu Abathembekileyo Bephumelela (R. Landis), Feb.

  • Xa Ukhonza UYehova Kwenzeka Izinto Ezivuyisayo Obungazilindelanga, Zibakho Nozifundayo (R. Kesk), Juni

  • Ukuba Nomdla Ebantwini Kuzisa Iintsikelelo Ezininzi (R. Reid), Jul

AMACEBISO EZINTO ONOKUZIFUNDA

  • Ngaba iyakunceda indlela ezicaciswe ngayo iivesi zeBhayibhile kwiSikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova? Apr.

  • Imidlalo Yabantwana (jw.org/xh), Sept.

  • Amanqaku Akwiphepha Lokuqala (jw.org/xh), Feb.

  • Funda Ngeempawu ZikaYehova (kwiWatch Tower Publications Index), Aga.

  • Sinokuzazi Njani Izinto Ezitshintshiweyo Kwindlela Ebesiziqonda Ngayo Izinto? (kwiSikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova), Okt.

  • Zazi Ngentloko “Iingoma ZoBukumkani” (jw.org/xh), Nov.

  • Uyathanda ukufunda amabali obomi abazalwana noodade? Jan.

  • Iimbekiselo ezikwiWatchtower ONLINE LIBRARY, Meyi

  • Amanye Amanqaku AkwiMboniselo (JW Library®), Juni

  • Ziintoni Omele Uqale Ngazo? Jul

  • Indlela Yokusebenzisa Indawo Ethi “What’s New” Nethi “Funda Into Entsha” (JW Library® no-jw.org/xh), Mat.

AMANGQINA KAYEHOVA

  • 1923​—Kwiminyaka Elikhulu Eyadlulayo, Okt.

  • Ukubavela Bonke Abantu, Dis.

  • UHulda Wayifumana Into Awayeyifuna, Nov.

AMANQAKU AFUNDWAYO

  • Ngaba Sowuyilindele Intlungu Engathethekiyo? Jul

  • Ngaba ‘Ukulungele Ukuthobela’? Okt.

  • Ziintoni Omele Uzenze Ukuze Ubhaptizwe? Mat.

  • Qiniseka Ukuba “ILizwi [LikaThixo] Liyinyaniso,” Jan.

  • “Qinani Ningagungqi,” Jul

  • “Guquka Ngokutshintsha Indlela Ocinga Ngayo,” Jan.

  • “Bonke Baza Kutsho Bazi Ukuba Ningabafundi Bam,” Mat.

  • Thwala Izinto Omele Uzithwale, Ezinye Uzilahle, Aga.

  • Buxabise Ubomi Obuphiwe NguThixo, Feb.

  • Yixabise Inyhweba Yokukhonza Kwitempile Enkulu KaYehova, Okt.

  • Makuhlale Kukunceda Ukoyika UThixo, Juni

  • Ungayeki Ukuba Nomonde, Aga.

  • Badala, Fundani KuGidiyon, Juni

  • Khuthazanani Kwiintlanganiso, Apr.

  • Ithemba Onalo Soze Likudanise, Dis.

  • Lifundisise Kakuhle ILizwi LikaThixo, Okt.

  • Ukholo Olunemisebenzi Luza Kusenza Sibe Ngamalungisa, Dis.

  • Unokwenza Ntoni Ukuze Kukuncede Ukufunda IBhayibhile? Feb.

  • ‘Uza Kukomeleza,’ Okt.

  • Sinokulomeleza Njani Ukholo Lwethu Kwihlabathi Elitsha Esilithenjiswe NguYehova? Apr.

  • UYehova Uyiphendula Njani Imithandazo Yethu? Meyi

  • UYehova Usenza Siqiniseke NgeParadesi Asithembise Yona, Nov.

  • Sinokwenza Ntoni Ukuze Sihlale Sithandana Kakhulu? Nov.

  • Yiba Bhetyebhetye NjengoYehova, Jul

  • Masiphucule Indlela Esithandaza Ngayo, Meyi

  • UYehova Uyazisikelela Iinzame Esizenzayo Zokubakho ESikhumbuzweni, Jan.

  • UYehova Ukunceda Uphumelele, Jan.

  • UYehova Uza Kukunceda Xa Uqutyulwa Ziingxaki, Apr.

  • Yiya Umthanda Kakhulu UYehova Nabantu, Jul

  • Hlala Uyilindile Imini KaYehova, Juni

  • Ligcineni Livutha “Idangatye LikaYa”, Meyi

  • Hlala Uhamba ‘KwiNdlela Yobungcwele,’ Meyi

  • “Hlalani Nisezingqondweni, Nilumke!” Feb.

  • Funda Kwiziprofeto ZeBhayibhile, Aga.

  • Funda KuDaniyeli, Aga.

  • Unokufunda Nezinye Izinto NgoYehova Kwindalo, Mat.

  • Ziintoni Onokuzifunda Kwiileta Ezimbini ZikaPetros? Sept.

  • Ukululama Kubalulekile, Sept.

  • Fana NoPetros, Unganikezeli, Sept.

  • Thembela NgoYehova NjengoSamson, Sept.

  • “Uthando Analo UKristu Luyasinyanzela,” Jan.

  • Fundisa Abantwana Bakho NgoYehova Kwindalo, Mat.

  • Singafunda Ntoni Kwimimangaliso Eyayisenziwa NguYesu? Apr.

  • IBhayibhile Isifundisa Ntoni NgoMbhali Wayo? Feb.

  • Kutheni Ufanele Ubhaptizwe? Mat.

  • Kutheni Sifanele Simoyike UYehova? Juni

  • Ngaba UYehova Uza Kuyimamela Imithandazo Yam? Nov.

  • Unokude Uyenze Into Ozimisele Ukuyenzela UYehova, Meyi

  • Sinokuqiniseka Ukuba UYehova Uza Kusinceda Xa Kunzima, Nov.

  • Bazalwana Abasebatsha​—Linganisani UYesu, Dis.

  • Bantu Abasebatsha​​—Nifuna Ukuphila Ubomi Obunjani? Sept.

  • Boodade Abasebatsha​—Linganisani UYesu, Dis.

  • “Umntakwenu Uza Kuvuka”! Apr.

IMIBUZO EVELA KUBAFUNDI

  • Emva kokuba uYesu ezelwe, kwakutheni ukuze uYosefu noMariya bahlale eBhetelehem, bangabuyeli eNazarete? Juni

  • Ngaba amaSirayeli ayenayo enye into yokutya entlango ngaphandle kwemana nezagwityi? Okt.

  • Inqaku elithi “Malingcwaliswe Igama Lakho” elikwiMboniselo kaJuni 2020 layicacisa njani into esiyikholelwayo ngegama likaYehova nendlela alawula ngayo? Aga.

  • Kwakutheni ukuze indoda ekuthiwa ‘nguZibani-bani’ ithi ukutshata noRute ‘kusenokuphazamisa’ ilifa layo? (Rute 4:​1, 6), Mat.

NGABA UBUSAZI?

  • Izitena ezifunyanwa kumabhodlo aseBhabhiloni nendlela ezenziwe ngayo zibonisa njani ukuba iBhayibhile ichanile? Jul

UBOMI NEEMPAWU ZAMAKRISTU

  • Bujonge NjengoThixo Utywala, Dis.

  • Baziva Bethandwa, Feb.

  • Xa Umntu Otshate Naye Ebukela Iphonografi, Aga.

IMBONISELO KAWONKE-WONKE

  • Izigulo Eziphazamisa Iimvakalelo​—Ingakunceda Njani IBhayibhile?, No. 1

UVUKANI!

  • Umhlaba Usengxakini! Ngaba Uza Kusinda? Izizathu Zokuba Nethemba, No. 1