Ngaba Ungathanda Ukufunda Nezinye Izinto
Enye indoda esisilumko yabhala yathi: “Ubulumko yeyona nto ibalulekileyo, ngoko funa ubulumko, ibe ngaphezu kwazo zonke ezinye izinto ozifunayo, funa ukuqonda.” (IMizekeliso 4:7) UMdali wethu usinceda sibe nobulumko size sikwazi nokwenza izigqibo ezilungileyo ukuze sonwabe.
Ukuba ungathanda ukufunda okungakumbi ngobulumko asinika bona obuse Bhayibhileni yiya ku-www.pr418.com/xh. Xa ungene kuyo uza kufumana . . .
IBHAYIBHILE
IIVIDIYO
OOPOPAYI
IINCOKO
NAMANYE AMANQAKU
Zifumaneka mahala ibe zinceda abantu abasebatsha, abantu abadala nabasuka kwiindawo ezahlukeneyo.