IMBONISELO Februwari 2015 | Ukonwabela Umsebenzi Wakho
Abantu abaninzi bayawonwabela umsebenzi baze babe novuyo olukhulu. Yintoni ebancede bakukhuthalela ukusebenza nzima?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Ukusebenza Nzima—Ngaba Kuphelelwe Lixesha?
Abanye abantu bakujongela phantsi ukusebenza nzima. Kodwa abanye abaninzi bayakuthanda ukusebenza nzima. Bancedwe yintoni ukuze bakuthande ukusebenza nzima?
INQAKU ELINGUMXHOLO
Indlela Yokonwabela Ukusebenza Nzima
Yiva amacebiso eBhayibhile akunceda uwuthande umsebenzi wakho.
UKUNCOKOLA NOMMELWANE
Kutheni Sifundisisa IBhayibhile?
IBhayibhile ibalulekile ibe inokusinceda nangona yabhalwa kudala. Ingakunceda njani imigaqo yeBhayibhile ebomini?
IBHAYIBHILE IYABUTSHINTSHA UBOMI BABANTU
Ndamangaliswa Ziimpendulo ZeBhayibhile Ezicacileyo Nezivakalayo
UErnest Loedi wafumana iimpendulo zeyona mibuzo ibalulekileyo ebomini. Iimpendulo ezicacileyo zeBhayibhile ziye zamnika ithemba lokwenene ngekamva.
XELISA UKHOLO LWABO
“AsikokukaThixo Na Ukutolika?”
Yintoni eyanceda uYosefu walitolika ngokuzithemba iphupha lomngcamli, lentloko yababhaki nelikaFaro? Kwenzeka njani ukuba asuke entolongweni aye kwibhotwe likakumkani nje ngosuku olunye?
Iimpendulo Zemibuzo YeBhayibhile
Khawucinge nje ngoxolo nonqabiseko olunokubakho xa kulawula urhulumente omnye ehlabathini lonke. Kutheni simele simkholelwe nje uThixo xa ethembisa ngokuzisa urhulumente onjalo? Ingangubani umlawuli ofanelekileyo?
Izinto Ezingakumbi Ezifumaneka Kwi-intanethi
Ngaba IBhayibhile Ibhalwe Ngobulumko Babantu?
Khawuve ukuba iBhayibhile ithini xa izithethelela.