Qiniseka
Dawunlowuda:
Lead Sheet
1. Uthembekile.
Ushumayele.
Uyathandaza kuYehova.
Nangona singaboni xa kunzima,
UYehova ukujongile.
(PRE-CHORUS)
Ngoko xa abantu bekutshutshisa,
Awuwedwanga.
Ungumzekelo kuthi sonke,
Noba kunzima.
(CHORUS)
‘Kuba ndiyazi
Akhonto inokusenza singamthandi uYehova.’
‘Kuba ndiyazi neentshutshiso ezizayo azinakusahlula.’
Oh qiniseka uThixo unawe.
2. Awenzanga nto.
Awunatyala.
Kodwa sekunjalo uyabanjwa.
Noba siyachaswa ziintshaba zethu,
Baninzi abo bangakuthi.
(PRE-CHORUS)
Ngoko xa abantu bekutshutshisa,
Awuwedwanga.
Ungumzekelo kuthi sonke,
Noba kunzima.
(CHORUS)
‘Kuba ndiyazi
Akhonto inokusenza singamthandi uYehova.’
‘Kuba ndiyazi neentshutshiso ezizayo azinakusahlula.’
Oh qiniseka uThixo unawe.
(BRIDGE)
Kubhaliwe ‘Uzotshutshiswa ngenxa yakhe’—
Oh, ngenxa Yakhe.
‘Kodwa sekunjalo uzobona sowuphumelela’—
Uphumelela.