Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

“Yilwa Umlo Wokholo”

“Yilwa Umlo Wokholo”
  1. 1. Ndiye ndiz’ve ndidikiwe.

    Kuye kube nzim’ es’kolweni kakhulu.

    Kuye k’be ngath’ akulungi.

    Ndisoloko ndikhathazekile.

    (PRE-CHORUS)

    UYehova uyand’nceda.

    Xa ndilila nd’yazi ndenze ntoni.

    Ndifun’ uthuthuzelwa.

    UYehova uthi kum:

    (CHORUS)

    ‘Nyamezela kancinci,

    Ndizokosul’ iinyembezi.

    Nyamezela kancinci,

    Sendizok’khulula.

    Hlala uthembekile.

    Ndiza kuba nawe​—

    Nawe.

    Ndiza kuba nawe.’

  2. 2. Uk’fund’ ilizwi k’yand’khuthaza.

    Xa ndisengxakini, uyand’khusela.

    (PRE-CHORUS)

    UYehova uyand’nceda.

    Xa ndilila nd’yazi ndenze ntoni.

    Ndifun’ uthuthuzelwa.

    UYehova uthi kum:

    (CHORUS)

    ‘Nyamezela kancinci,

    Ndizokosul’ iinyembezi.

    Nyamezela kancinci,

    Sendizok’khulula.

    Hlala uthembekile.

    Ndiza kuba nawe​—

    Nawe.

    Ndiza kuba nawe.’

    Ndiza kuba nawe.

    Ndiza kuba nawe.’

    (BRIDGE)

    Ndiza kuba nawe,

    Nd’za kuba nawe,

    Nd’za kuba nawe.

    (CHORUS)

    ‘Nyamezela kancinci,

    Ndizokosul’ iinyembezi.

    Nyamezela kancinci,

    Sendizok’khulula.

    Hlala uthembekile.

    Ndiza kuba nawe.’