Yiya kwinkcazelo

Ukuthorisha EBheteli

Siyakumema ukuba uzokuthorisha kwii-ofisi zethu, ezaziwa ngokuba yiBheteli. Kwezinye ii-ofisi zethu ungakwazi ukuthorisha kungekho mntu ukuncedisayo.

Ukuthorisa KumaSebe Kuphinda Kuvumeleke: Kumazwe amaninzi, kuza kuphinda kuqaliswe ukuthorishwa ngoJuni 1, 2023. Ukuze wazi ezinye iinkcukacha, thetha nesebe ofuna ukuya kulo. Ukuba unekhorona, ingqele okanye kubonakala ngathi unefiva, okanye ukuba ubukhe wadibana nomntu ekuye kwathiwa unekhorona, sicela ungezi.

EKhanada

13893 Highway 7

GEORGETOWN, ON L7G 4S4

EKHANADA

+1 905-873-4100

Unokukhenketha

NgoMvulo Ukuya Kutsho NgoLwesihlanu

Ukususela ngo-8:00 kusasa ukuya kutsho ngo-10:00 kusasa nango-1:00 emva kwemini ukuya kutsho ngo-3:00 emva kwemini.

Kuthatha iiyure ezimbini

Umsebenzi Ophambili

Kuprintwa iimagazini ezingaphezu kweemiliyoni eziyi-255 nyaka ngamnye. Kuthunyelwa iitoni zeencwadi neemagazini ezingaphezu kwe-6 000 nyaka ngamnye ngeelwimi ezimalunga ne-300.

Dawunlowuda incwadi yokukhenketha.