Iimbono Ngemvelaphi Yobomi

Abantu abaneemvelaphi ezahlukahlukeneyo bachaza into eyabenza baqonda ukuba ukho uMdali.

UMonica Richardson: UGqirha Uchaza Ngokholo Lwakhe

Wayezibuza enoba ukuzalwa kosana kwakungummangaliso okanye kwakudaliwe. Sisiphi isigqibo awafikelela kuso ngenxa yamava akhe okuba ngugqirha?

UMassimo Tistarelli: Umenzi Weerobhothi Uchaza Ngokholo Lwakhe

Ulwazi lwakhe ngesayensi lwamenza wazibuza imibuzo ngenkolo yakhe yokuzivelela kwezinto.

UPetr Muzny: Unjingalwazi Ngezomthetho Uthetha Ngokholo Lwakhe

Wazalelwa kwindawo ekwakulawula kuyo amaKomanisi. Yayibubuvuvu into yokucinga ukuba kukho uMdali. Qaphela ukuba yintoni eyamenza watshintsha indlela awayecinga ngayo.

UIrène Hof Laurenceau: UGqirha Wamathambo Ubalisa Ngokholo Lwakhe

Ukusebenza kwakhe ngemilenze efakelwayo kwamenza wazibuza imibuzo ngokukholelwa ukuba izinto zazivelela.

Mhlawumbi Ungayithanda Nale

ISAYENSI NEBHAYIBHILE

Iimbono Ngemvelaphi Yobomi

Iingcali zebhayoloji, izazi ngemichiza, oogqirha, iingcali zotyando, nabanye abantu bathetha ngemvelaphi yobomi emva kokuthelekisa izinto abazifumeneyo noko kuthethwa yiBhayibhile.