Disemba 14-20
LEVITIKUS 12-13
Ingoma 140 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Funda Kwimithetho Yeqhenqa”: (imiz. 10)
Lev 13:4, 5—Abantu ekwakucingwa ukuba baneqhenqa babehlaliswa bodwa (wp18.1 7)
Lev 13:45, 46—Abantu abaneqhenqa kwakufuneka bakuphephe ukosulela abanye (wp16.4 9 ¶1)
Lev 13:52, 57—Izinto ezinesi sifo zazifanele zitshiswe (it-2-E 238 ¶3)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Lev 12:2, 5—Yintoni eyayisenza umfazi osanda kuzala abe “ngongacocekanga”? (w04 5/15 23 ¶2)
Lev 12:3—Inoba kwakutheni ukuze uYehova athi inkwenkwe ifanele yaluswe ngosuku lwesibhozo? (wp18.1 7)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Lev 13:9-28 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 4) Ingxubusho. Yidlale. Uze ubuze le mibuzo: UTony uyisebenzise kakuhle njani imibuzo? Uyicacise njani indlela esidibana ngayo isibhalo nento ayithethayo?
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 19)
Xa Ubuyela: (imiz. 5 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike incwadi ethi Iindaba Ezilungileyo, uze uqalise isifundo seBhayibhile kwisifundo 11. (th isifundo 9)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30 nangaphantsi) rr isahl. 2 ¶1-9, qala udlale ividiyo yentshayelelo
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 28 Nomthandazo