Disemba 21-27
LEVITIKUS 14-15
Ingoma 122 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Kufuneka Sicoceke Xa Sikhonza UYehova”: (imiz. 10)
Lev 15:13-15—Amadoda kwakufuneka azicoce ukungcola (it-1-E 263)
Lev 15:28-30—Abafazi nabo kwakufuneka bazicoce ukungcola (it-2-E 372 ¶2)
Lev 15:31—UYehova ulindele ukuba abantu bakhe bacoceke xa bemkhonza (it-1-E 1133)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Lev 14:14, 17, 25, 28—Xa umntu ocociweyo obeneqhenqa eqaba igazi neoli endlebeni, esandleni nakunyawo lwakhe, loo nto yayibonisa ntoni? (it-1-E 665 ¶5)
Lev 14:43-45—AmaSirayeli ayefunda ntoni ngoYehova kumthetho weqhenqa elosulelayo elalisendlini? (g 1/06 15, ibhokisi)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Lev 14:1-18 (5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike imagazini esanda kubakho ethetha ngento ebenincokola ngayo nomninimzi. (th isifundo 16)
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Thetha ngevidiyo ethi Ngoobani AmaNgqina KaYehova? (ungayidlali) (th isifundo 11)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5 nangaphantsi) fg isifundo 11 ¶6-7 (th isifundo 19)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ungayeki Ukusebenzisa Iimagazini”: (imiz. 10) Ingxubusho.
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 5) Dlala ividiyo ethi, Okufezwe Yintlangano, kaDisemba.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30 nangaphantsi) rr isahl. 2 ¶10-18
Amazwi Okuvala (imiz. 3 nangaphantsi)
Ingoma 118 Nomthandazo