Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | LEVITIKUS 14-15

Kufuneka Sicoceke Xa Sikhonza UYehova

Kufuneka Sicoceke Xa Sikhonza UYehova

15:13-15, 28-31

Ukuze sihlale sithandwa nguYehova, kufuneka sicoceke ngaphakathi nangaphandle. Le nto ithetha ukuba kufuneka sithobele uYehova xa esithi masihlale sicocekile, siziphathe kakuhle size simkhonze ngendlela ayifunayo, kungakhathaliseki ukuba ihlabathi lenza ntoni. Asenzi nantoni na athi uTata wethu wasezulwini ayicocekanga.

Kundinceda njani ukungaphili ngendlela yeli hlabathi libi?