Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | LEVITIKUS 10-11

Ukuthanda UYehova Ngaphezu Kwentsapho Yakho

Ukuthanda UYehova Ngaphezu Kwentsapho Yakho

10:1, 2, 4-7

Ukunyaniseka kuYehova kusenokuba nzima xa umntu esimthandayo eyeka ukuba liNgqina likaYehova. Umyalelo kaYehova kuAron uyenza icace into abafanele bayenze abantu abazalana nabo baye bayeka ukuba ngamaNgqina kaYehova. Simele sithande uYehova ngaphezu kokuba sithanda abantu esizalana nabo abayekileyo ukuba ngamaNgqina.

Baza kusikelelwa njani abantu abathobela uYehova xa kukho umntu osusiweyo?​—1Ko 5:11; 2Yo 10, 11