UBOMI BAMAKRISTU NOMSEBENZI WOKUSHUMAYELA–INCWADI YENTLANGANISO Januwari 2016
Imiboniso
Amacebiso okutshayelela imagazini iMboniselo nencwadana ethi Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo! Sebenzisa imizekelo ukuze uzenzele iintshayelelo.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Unqulo Lokwenyaniso Lufuna Kusetyenzwe Nzima
Yiba nomfanekiso-ngqondweni kaKumkani uHezekiya ezimisele ukubuyisela unqulo lokwenyaniso. Sebenzisa imizobo, imaphu nexesha leziganeko ezikweye-2 yeziKronike 29–30 ukuze zikuncede.
YIKHUTHALELE INTSIMI
Indlela Yokuqhuba Isifundo SeBhayibhile Usebenzisa Incwadana Ethi Iindaba Ezilungileyo
Iindlela ezintlanu ezilula zokuqhuba izifundo zeBhayibhile eziphumelelayo usebenzisa incwadana ethi Iindaba Ezilungileyo Ezivela KuThixo!
UKUPHILA UBOMI BOBUKRISTU
Ilungelo Esinalo Lokwakha Nokunyamekela Iindawo Zonqulo Lokwenyaniso
Sinokuyibonisa njani inzondelelo nothando ngenkonzo engcwele kwiindawo zethu zokunqulela?
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYehova Uyakuxabisa Ukuguquka Ngokunyanisekileyo
Ukuguquka ngokunyanisekileyo KukaKumkani uManase kwaba nemiphumo emihle. Thelekisa ulawulo lwakhe ngaphambi kokuthinjwa kwakhe nasemva kokuba ekhululwe eBhabhiloni. (2 Kronike 33–36)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYehova Uyazigcina Izithembiso Zakhe
Ixesha leziganeko ezikuEzra 1-5. Phezu kwayo nje imiqobo emininzi, amaYuda abuya eBhabhiloni, abuyisela unqulo lokwenyaniso aza aphinda akha itempile.
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UYehova Ufuna Simkhonze Ngokuzithandela
UEzra nabo babehamba naye ukuya eYerusalem kwakufuneka babe nokholo olomeleleyo, inzondelelo ngonqulo lokwenyaniso nesibindi. Sebenzisa umzobo nemaphu ukuze ube nomfanekiso-ngqondweni ngohambo lwabo.
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukubeka Isiseko Sokubuyela
Iindlela ezintathu eziphumelelayo zokubuyela kwabo banomdla kwinyaniso eseBhayibhileni.