Januwari 18-24
EZRA 1-5
Ingoma 85 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uyazigcina Izithembiso Zakhe”: (imiz. 10) [Dlala ividiyo enomxholo othi Intshayelelo KaEzra.]
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
Ezr 1:3-6—Kutheni amaSirayeli angazange avume ngokuzithandela ukubuyela eYerusalem singenakuthi ayebuthathaka elukholweni? (w06 1/15 17 ¶5; 19 ¶1)
Ezr 4:1-3—Kwakutheni ukuze uncedo lwazo lungamkeleki? (w06 1/15 19 ¶3)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: Ezr 3:10–4:7 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Thetha ngenqaku lokugqibela leMboniselo yakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu oye wasabela kakuhle kwintshumayelo yenqaku lokugqibela leMboniselo yakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile. (bh 20-21 ¶6-8)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 40
“Zonke Ezinye Izinto Ziya Kongezelelwa Kuni”: (imiz. 5) Intetho esekelwe kuMateyu 6:33 nakuLuka 12:22-24. Cela abavakalisi babalise amava endlela uYehova aye wasizalisekisa ngayo isithembiso sakhe sokunyamekela iintswelo zabo babeka uBukumkani kwindawo yokuqala.
Ngaba Uthi ‘Ewe Ngoxa Usithi Hayi’?: (imiz. 10) Ingxubusho (w14 3/15 30-32)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 7 ¶1-14 (imiz. 30)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 41 Nomthandazo