Januwari 11-17
2 KRONIKE 33–36
Ingoma 35 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Uyakuxabisa Ukuguquka Ngokunyanisekileyo”: (imiz. 10)
2Kr 33:2-9, 12-16—Ngenxa yokuba waguquka ngokunyanisekileyo, uManase wenzelwa inceba (w05 12/1 21 ¶5)
2Kr 34:18, 30, 33—Ukufunda nokucamngca ngeBhayibhile kungasinceda kakhulu (w05 12/1 21 ¶10)
2Kr 36:15-17—Asifanele sikuxhaphaze ukuba novelwano nokuba nomonde kukaYehova (w05 12/1 21 ¶7)
Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)
2Kr 33:11—Sisiphi isiprofeto esazalisekayo xa uManase wathinjelwa eBhabhiloni? (it-1-E 62 ¶2)
2Kr 34:1-3—Luluphi ukhuthazo esinokulufumana ngokuhlola umzekelo kaYosiya? (w05 12/1 21 ¶6)
Yintoni endiyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ziziphi iingongoma kufundo lweBhayibhile lwale veki endinokuzisebenzisa entsimini?
Ufundo LweBhayibhile: 2Kr 34:22-33 (imiz. 4 nangaphantsi)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 2 nangaphantsi) Thetha ngomxholo ongaphandle weMboniselo yakutshanje. Beka isiseko sokubuyela.
Xa Ubuyela: (imiz. 4 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokubuyela kumntu oye wasabela kakuhle kwintshumayelo yomxholo ongaphandle weMboniselo yakutshanje.
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) Yenza umboniso ngendlela yokuqhuba isifundo seBhayibhile. (bh 9-10 ¶6-7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Ingoma 77
Inguquko Ibalulekile: (imiz. 10) Intetho enikelwa ngumdala. (w06 11/15 27-28 ¶7-9)
Xolela Ngesisa: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi Yiba Ngumhlobo KaYehova—Xolela Ngesisa. (Yiya ku-jw.org/xh, ucofe indawo ethi IIMFUNDISO ZEBHAYIBHILE > ABANTWANA.) Emva koko, cela abantwana bagqabaze ngezinto abazifundileyo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: ia isahl. 6 ¶15-23, ibhokisi ethi, “Imithandazo Emibini Echukumisayo,” nempinda yesahluko (imiz. 30.)
Impinda Yeentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Eentlanganiso Zeveki Elandelayo (imiz. 3)
Ingoma 6 Nomthandazo