UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Zonke Ezi Ntsikelelo Ziza Kuba Ninzi”
Abo bamamela uYehova baye bafumane iintsikelelo ezininzi (Dut 28:1, 3-6; w10 12/15 19 ¶18)
Abantu abamthobelayo uYehova baza kufumana iintsikelelo ezininzi ezivela kuye (Dut 28:2; w01 9/15 10 ¶2)
UYehova ufuna simthobele ‘sinemihlali yaye sivuya ezintliziyweni’ (Dut 28:45-47; w10 9/15 8 ¶4)
Abakhonzi bakaYehova bonwabile kuba bafumana iintsikelelo ezininzi ngoku kwaye baseza kufumana nezinye ezithenjisweyo kwixesha elizayo.