Agasti 2-8
DUTERONOMI 22-23
Ingoma 1 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Uzikhathalele Izilwanyana”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 23:19, 20—Kwakutheni ukuze umntu wasemzini abhataliswe inzala kodwa wona amaSirayeli engayibhataliswa? (it-1-E 600)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 23:1-14 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
“Konwabele Ukushumayela—Fikelela Intliziyo”: (imiz. 9) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Vuyiswa Kukwenza Abafundi—Phucula Indlela Ofundisa Ngayo—Fikelela Intliziyo.
Intetho: (imiz. 5) g 4/15 13—Umxholo: Ngaba Kuyinto Embi Ukubulala Izilwanyana? (th isifundo 14)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Iimfuno Zebandla: (imiz. 15)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 11 ¶18-26, nebhokisi 11A
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 77 Nomthandazo