UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Uzikhathalele Izilwanyana
Ukuba umntu ubona isilwanyana esidinga uncedo okanye esonzakeleyo, wayefanele asincede (Dut 22:4; it-1-E 375-376)
Umama wamantshontsho wayengamele aphathwe kakubi (Dut 22:6, 7; it-1-E 621 ¶1)
Izilwanyana ezingafaniyo zazingafanelanga zibotshwe kunye (Dut 22:10; w03 10/15 32 ¶1-2)
Indlela esiziphatha ngayo izilwanyana ibalulekile kuYehova. Asifanelanga siziphathe kakubi izilwanyana okanye sizibulale kuba nje sifuna ukuzonwabisa.—IMi 12:10.