Agasti 23-29
DUTERONOMI 29-30
Ingoma 3 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ukukhonza UYehova Akunzimanga”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 29:4—Umzekelo wamaSirayeli angazange anyaniseke usifundisa ukuba yintoni esingafanele siyenze thina? (it-1-E 665 ¶3)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 29:1-18 (th isifundo 2)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike ikhadi le-jw.org. (th isifundo 1)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mcele ukumqhubela isifundo seBhayibhile, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenziwayo Xa Kufundwa IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 6)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) lv 196-197 ¶3-5 (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ukuba Nesibindi Akunzimanga”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Yiba Njengabanesibindi, Hayi Amagwala!.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 12 ¶15-21
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 90 Nomthandazo