Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

Ukuba Nesibindi Akunzimanga

Ukuba Nesibindi Akunzimanga

Umntu onesibindi womelele. Kodwa loo nto ayithethi ukuba soze oyike. Kunoko uyaqhubeka esenza loo nto afanele ayenze esoyika enjalo. Sisifumana kuYehova isibindi. (Nd 28:7) Abantu abasebatsha bangabonisa njani ukuba banesibindi?

BUKELA IVIDIYO ETHI YIBA NJENGABANESIBINDI, HAYI AMAGWALA! UZE UPHENDULE LE MIBUZO:

  • Abasebatsha banokubonisa isibindi xa kutheni?

  • Ngawaphi amabali aseBhayibhileni anokusinceda sibe nesibindi?

  • Sinokuncedakala njani thina nabo basibukeleyo xa sibonisa isibindi?