Julayi 12-18
DUTERONOMI 13-15
Ingoma 38 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Uwakhathalele Amahlwempu”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 14:21—Sifunda ntoni kuMthetho owawusithi itakane lebhokhwe lifanele lingaphekwa ngobisi lukamama walo? (w06 4/1 31)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 13:1-18 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Ividiyo Yokubuyela: (imiz. 5) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Xa Ubuyela: Izinto Ezibuhlungu—1Yo 5:19. Mane uyimisa ividiyo xa kuvela umbuzo, uze ubuze ibandla.
Xa Ubuyela: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. (th isifundo 6)
Xa Ubuyela: (imiz. 5) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 11)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Ungaze Ube Nexhala”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo ethi, Uthando Alusoze Luphele Noba Kukho Indlala—ECongo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 10 ¶13-17, nebhokisi 10B no-10C
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 71 Nomthandazo