UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
UMthetho Wawubonisa Ukuba UYehova Uwakhathalele Amahlwempu
AmaSirayeli ayenceda abantu ababengenalifa nabantu abasokolayo (Dut 14:28, 29; it-2-E 1110 ¶3)
Ngonyaka weSabatha, amaSirayeli awayenetyala lemali ‘ayengabhataliswa’ (Dut 15:1-3; it-2-E 833)
Xa umSirayeli obezithengisile walikhoboka egqiba iminyaka emithandathu esebenza, ngonyaka wesixhenxe umphathi wayemele amkhulule aze amphe isipho (Dut 15:12-14; it-2-E 978 ¶6)
KHAWUZIBUZE, ‘Ziintoni endinokuzenza ukuze ndibonise ukuba ndiwakhathalele amaKristu adingayo?’