Julayi 19-25
DUTERONOMI 16-18
Ingoma 115 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 17:7—Xa kukho umntu owonileyo waze wagwetywa, kwakutheni ukuze uMthetho uthi mayibe ngamangqina aloo mntu amgibisela kuqala? (it-1-E 787)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 16:9-22 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Nika umninimzi imagazini ethetha ngento enincokola ngayo. (th isifundo 3)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike enye yeencwadi esifundisa ngazo. (th isifundo 4)
Intetho: (imiz. 5) it-1-E 519 ¶4—Umxholo: Ngaba Ibandla LamaKristu Lineejaji? (th isifundo 18)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Wena Unganguye Na Uvulindlela Othe Ngxi?: (imiz. 10) Ingxubusho. Mayenziwe ngumveleli wenkonzo esebenzisa Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso yangoJulayi 2016, kumxholo othi “Khawuzame Nje Unyaka Ube Mnye” nothi “Ucwangciso Loovulindlela Abathe Ngxi.” Dlala ividiyo enomxholo othi, UYehova Uyawuxhasa Umsebenzi Wethu Wokushumayela nize nithethe ngayo.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 5)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 11 ¶1-8, qala udlale ividiyo yentshayelelo
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 60 Nomthandazo