Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa

Imigaqo Esetyenziswayo Ukuze Kugwetywe Ngobulungisa

Ungabi namkhethe (Dut 16:18, 19; it-1-E 343 ¶5)

Zama ukwazi ukuba kwenzeke ntoni kanye kanye (Dut 17:4-6; it-2-E 511 ¶7)

Cela uncedo xa kukho ityala ekunzima ukuligweba (Dut 17:8, 9; it-2-E 685 ¶6)

Abadala bafanele baqiniseke ukuba bayayisebenzisa le migaqo ukuze benze izigqibo xa kukho umntu owenze into embi ebandleni.