Julayi 26–Agasti 1
DUTERONOMI 19-21
Ingoma 141 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“UYehova Ubuxabisile Ubomi Bomntu”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 21:19—Kwakutheni ukuze inkundla yasekuhlaleni ibe kwigeyithi yesixeko? (it-1-E 518 ¶1)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 19:1-14 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 12)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Thetha ngevidiyo ethi Kutheni Ufanele Ufunde IBhayibhile? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 6)
Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 5) bhs 138 ¶8 (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Hamba Ukhuselekile”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala le vidiyo. Uze ubuze le mibuzo: Kutheni kufuneka senze izinto sikhuselekile? Ziintoni esifanele sicinge ngazo ukuze sihlale sizimisele ukukhuseleka?
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 11 ¶9-17
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 108 Nomthandazo