Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Indlela UYehova Afuna Ukukhonzwa Ngayo

Indlela UYehova Afuna Ukukhonzwa Ngayo

AmaSirayeli ayefanele amthobele, amthande aze amkhonze uYehova ngentliziyo nangomphefumlo wawo wonke (Dut 11:13; it-2-E 1007 ¶4)

Zonke izinto ezazisetyenziselwa iinkonzo zobuxoki zazifanele zitshatyalaliswe ngokupheleleyo (Dut 12:2, 3)

Wonke umntu wayefanele aye kukhonza kwindawo ekhethwe nguYehova (Dut 12:11-14; it-1-E 84 ¶3)

UYehova ufuna abantu bakhe bamkhonze ngentliziyo epheleleyo baze bamanyane, bangakhonzi izithixo.