Juni 21-27
DUTERONOMI 7-8
Ingoma 136 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“Ungatshatiselani Nazo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 8:3—Sifunda ntoni kwinto yokuba uYehova wanika amaSirayeli imana? (w04 2/1 13 ¶4)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 7:1-16 (th isifundo 5)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Uze ummemele kwiintlanganiso zethu. (th isifundo 15)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Emva koko umnike enye yeencwadi zethu esifundisa ngazo. (th isifundo 9)
Intetho: (imiz. 5) w06 1/1 28 ¶14-15—Umxholo: Ungamlibali UYehova. (th isifundo 7)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
Okufezwe Yintlangano: (imiz. 5) Dlala ividiyo ethi Okufezwe Yintlangano, kaJuni.
Iimfuno Zebandla: (imiz. 10)
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 9 ¶33-39, nebhokisi 9E
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 145 Nomthandazo