Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

Zenze Izinto Ozifungileyo

Zenze Izinto Ozifungileyo

AmaSirayeli kwakunganyanzelekanga ukuba enze izifungo, kodwa xa ezenzile ayemele azigcine (Num 30:2; it-2-E 1162)

Umntu wayekwazi ukwenza isifungo sokuba akazi kuyenza into noba ayikho mbi (Num 30:​3, 4; w17.04 3 2)

UYehova ujonga isifungo esenziwe ngumntu ngamnye (Num 30:​6-9; w04 8/1 27 ¶3)

Ezona zifungo zibalulekileyo umntu anokuzenza zimbini, sesokuzahlulela kuYehova nesomtshato.

KHAWUZIBUZE, ‘Ndiyazenza izinto endizifungileyo?’