Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

“Nibagxothe Bonke Abemi Beli Lizwe”

“Nibagxothe Bonke Abemi Beli Lizwe”

UYehova wayalela abantu bakhe ukuba basuse nantoni na eyayinokubenza bangathembeki kuye kwiLizwe Lesithembiso (Num 33:​52; w10 8/1 23)

UYehova wayeza kubasikelela xa bezama ukulithatha ilizwe baze bahlale kulo (Num 33:53)

AmaSirayeli ayeza kuba sengxakini xa ayenokungazigxothi zonke iintshaba zawo (Num 33:55, 56; w08 2/15 27 ¶5-6; it-1-E 404 ¶2)

Ukuze sikwazi ukuvuyisa uYehova, sifanele sohlukane nayo nantoni na engalunganga nenokusiphazamisa ekukhonzeni uThixo. (Yak 1:​21) UYehova usinika amandla okuba siziphephe izinto ezinokusenza sone size singazenzi izinto ezimbi ezenziwa leli hlabathi.