UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
Linganisa UYehova Ngokungabi Namkhethe
Iintombi zikaTselofehadi zafuna ilifa likatata wazo (Num 27:1-4; w13 6/15 10 ¶14; jonga umfanekiso ongaphandle)
UYehova wenza isigqibo esibonisa ukuba akanamkhethe (Num 27:5-7; w13 6/15 11 ¶15)
Nathi sifanele singabi namkhethe (Num 27:8-11; w13 6/15 11 ¶16)
Silinganisa uYehova ngokungabi namkhethe xa sibahlonipha abazalwana noodade size sibaphathe ngothando. Sibonisa ukuba asinamkhethe naxa sishumayela kubo bonke abantu.