Meyi 31–Juni 6
DUTERONOMI 1-2
Ingoma 125 Nomthandazo
Amazwi Okuvula (umz. 1)
UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO
“NguThixo Ogwebayo”: (imiz. 10)
Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)
Dut 1:19; 2:7—UYehova wabakhusela njani abantu bakhe iminyaka eyi-40 ‘kwintlango enkulu neyoyikekayo’? (w13 9/15 9 ¶9)
Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?
Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4) Dut 1:1-18 (th isifundo 10)
YIKHUTHALELE INTSIMI
Utyelelo Lokuqala: (imiz. 3) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Phendula umntu ochasayo. (th isifundo 16)
Xa Ubuyela: (imiz. 4) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mnike isimemo seentlanganiso zebandla, uze uthethe ngevidiyo ethi Yintoni Eyenzekayo EHolweni YoBukumkani? (kodwa ungayidlali) (th isifundo 11)
Intetho: (imiz. 5) w13 8/15 11 ¶7—Umxholo: Kuphephe Ukuthetha Okanye Ukumamela Izinto Ezingakhiyo. (th isifundo 13)
INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU
“Hlalani Nilindile Njengokuba Sisekupheleni ‘Kwemihla Yokugqibela’”: (imiz. 15) Mayinikelwe ngumdala. Dlala ividiyo ethi, Ngaba Sowuyilungiselele Intlekele?. Ukuba zikhona ezinye izikhumbuzo ezisuka kwiofisi yesebe okanye kubadala thetha ngazo nazo.
ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) rr isahl. 9 ¶10-17
Amazwi Okuvala (imiz. 3)
Ingoma 64 Nomthandazo