Yiya kwinkcazelo

Yiya kwiziqulatho

Novemba 16-22

LEVITIKUS 4-5

Novemba 16-22
  • Ingoma 84 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (umz. 1)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • Nika UYehova Konke Onako”: (imiz. 10)

    • Lev 5:5, 6​—Abantu abenze izono babefanele benze umnikelo wetyala ngethokazi legusha okanye itakane lebhokhwe (it-2-E 527 ¶9)

    • Lev 5:7​—Abantu ababengazukwazi ukunikela ngegusha babefanele bazise amahobe amabini asendle okanye amantshontsho amabini amahobe afuywayo (w09 6/1 26 ¶3)

    • Lev 5:11​—Abo ababengazukwazi ukunikela ngamahobe asendle okanye afuywayo, babefanele bazise isishumi se-efa yomgubo ocoliweyo (w09 6/1 26 ¶4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 10)

    • Lev 5:1​—Isebenza njani le vesi kumaKristu? (w16.02 24 ¶14)

    • Lev 5:15, 16​—Umntu wayenokuyenza njani ‘impazamo yokophula umthetho ongezinto ezingcwele zikaYehova’? (it-1-E 1130 ¶2)

    • Ziintoni ozifundileyo ngoYehova, ngentsimi, nezinye izinto ozithandileyo kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Lev 4:27–5:4 (th isifundo 5)

YIKHUTHALELE INTSIMI

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU